Interruption of Electricity Supply

Bitou-Logo-200x193

UPHAZAMISEKO LOMBANE

IIngingqi zonke zaseBitou. NgeCawa, 21 July 2013 ukususela 06:00 to 19:00.

Ukuba ngaba ngenxa yesiphina isizathu olu phazamiseko alukhange lubekho ngomhla we- 21 July, luyakwenzeka ngomhla we-28 July 2013

UEskom uyakube esenza umzebenzi obalulekileyo kubuxhakaxhaka beentambo ezihambisa umbane kwezingingqi zingentla apha.

UMasipala uyangxengxeza ngokubangela uphazamiseko kwaye uzakuzama konke anakho ukuwubuyisa ngokukhawuleza umbane

Wonke umntu uyalunyukiswa ukuba azithathe njengezinombane ophilayo zonke izixhobo zombane ngelixesha likhankanyiwe ngentla apha.

Ngeenkcukacha ezibanzi qhagamshelana no Mr W. Albertyn kulenombolo 084 448 2846.

INTERRUPTION OF ELECTRICITY SUPPLY

All Bitou areas on Sunday, 21 July 2013 from 06:00 to 19:00.

In case the outage can for any reason not take place on 21 July the alternative date is Sunday, 28 July 2013 from 06:00 to 19:00.

Eskom will carry out maintenance work on the distribution network to the abovementioned areas.

The Municipality apologizes for any inconvenience caused. Customers are warned to treat all electrical equipment as live at all times.

For further information please contact Mr W. Albertyn at 084 448 2846.

ONDERBREKING VAN ELEKTRISITEITS-TOEVOER

Alle Bitou areas op Sondag, 21 Julie 2013 vanaf 06:00 tot 19:00.

Indien die afsluiting om enige rede nie op 21 Julie kan plaasvind nie, is die alternatiewe datum: Sondag, 28 Julie 2013 van 06:00 tot 19:00.

Eskom sal noodsaaklike instandhouding op die distribusie netwerk uitvoer. Die Munisipaliteit vra verskoning vir enige ongerief. Kleinte word gewaarsku om alle toerusting as lewendig te beskou.

Vir enige navrae kontak Mnr W. Albertyn te 084 448 2846.

A PAULSE
MUNICIPAL MANAGER
BITOU MUNICIPALITY

Notice no. 82/2013

2 Replies to “Interruption of Electricity Supply”

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *